ezemidlalo
ulibeke phambili
iqela 
nge 
kumzuzu wesithandathu
Esosisikoro eso 
[iSouth ihamba phambili]
Uyanikwa 
uza kuyisusa
umdlalo uqhuba
uyibekile
phantsi kwayo
zikhona 
ziyithathe kakuhle
loo bhola
lo mfana wakwa
uyijongile 
uyithathile 
eyinika u 
eyisusa phambi
kwempondo zakhe
kanye phezu
kumhlaba wayo 
bathi
siqhele loo nto
uqhele ukusenzela loo nto
sikhangele
baza kuthini
iza kufakwa
ngulo mfo
wakwa 
odlalela 
ifakiwe loo bhola
ithathiwe kakuhle
liqela 
wangena
phakathi kwamadoda
imkile 
uza kuthini 
engen'emadodeni
wagil'indoda
yalala phantsi
ibhola ayinamutu
zifikile 
imkile neqela 
bambeka phantsi
kwela cala
enqineni
imshiyile loo bhola
iyokuphuma
phezu
andiyithembanga
mpela mpela
ndizam'ukukhangela
apha eli qela
ingathi 
eguquka
ezama
ukuyibamba ngasemva
baza kuthini
bayi jongile loo bhola
ehamba
bambeka phantsi

